Eyemfuduko 19:24 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo wathi kuye: “Hamba uye kuthatha uAron, uze naye apha. Kodwa ke bona ababingeleli kunye nabanye abantu bangàkhe balinge bawutsibe umda, hleze ndibatshabalalise.”

Eyemfuduko 19

Eyemfuduko 19:21-25