Eyemfuduko 19:23 Ibhayibhile (XHO96)

UMosis waphendula wathi: “Kaloku, *Mhlekazi, abantu abanako ukunyuka beze entabeni, kuba ubusiyalile wathi intaba masiyahlule siyijikeleze ngomda, khon' ukuze kungabikho nto isondelayo kuyo.”

Eyemfuduko 19

Eyemfuduko 19:22-25