Eyemfuduko 16:3 Ibhayibhile (XHO96)

athi kubo: “Akwaba *uNdikhoyo wayesibulalele eJiputa. Kaloku noko khona sasisitya inyama; kanti ke nokunye ukutya sasikutya side sikushiye. Kuba kucacile nisizise kule ntlango ukuze eli bandla xa lilonke nilichane ngendlala life.”

Eyemfuduko 16

Eyemfuduko 16:1-13