Eyemfuduko 14:31 Ibhayibhile (XHO96)

Athi amaSirayeli akukubona ukusebenza kwamandla kaNdikhoyo ngokoyisa amaJiputa, angenelwa luloyiko, amhlonela. Ewe, azinikela kuNdikhoyo, akholelwa kwisicaka sakhe uMosis.

Eyemfuduko 14

Eyemfuduko 14:29-31