Eyemfuduko 14:30 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaloo mini ke uNdikhoyo wawasindisa amaSirayeli kumaJiputa. AmaSirayeli ayibona imizimba yamaJiputa iqungquluze elunxwemeni lolwandle.

Eyemfuduko 14

Eyemfuduko 14:29-31