Eyemfuduko 10:15 Ibhayibhile (XHO96)

Zaba lukhoko olwawambathisa wonke umhlaba; kwatsho kwamnyama nje! Zanqunqutha zonke izityalo nemithi yeziqhamo, nako konke okwasinda mhla ngesiphango, zatsho akwasala nempunde le yegqabi eliluhlaza kulo lonke elaseJiputa.

Eyemfuduko 10

Eyemfuduko 10:6-18