Eyemfuduko 10:13 Ibhayibhile (XHO96)

UMosis ke wayiphakamisa induku yakhe, wawangawangisa ngayo, waza ke uNdikhoyo wathumela umoya wasempuma, wabhudla loo mini yonke nobusuku bayo. Kwathi kusisa kwaye sekunyakazela ziinkumbi kulo lonke elaseJiputa.

Eyemfuduko 10

Eyemfuduko 10:5-19