Eyemfuduko 10:12 Ibhayibhile (XHO96)

Kwesi sithuba ke uNdikhoyo wayalela uMosis wathi: “Phakamisa ingalo yakho, uwangawangise kulo lonke elaseJiputa, ukuze kuvele iinkumbi eziya kunqunqutha zonke izityalo nayo yonke into eyasinda esichothweni.”

Eyemfuduko 10

Eyemfuduko 10:8-13