Eyasentlango 9:21 Ibhayibhile (XHO96)

Kanti kwakusenzeka nokuba lifike lifukame ngorhatya, lize ngentsasa elandelayo licombuluke. Phofu ke wona amaSirayeli ayengadubeki koko; ayelilandela nanini na licombuluka, nokuba kusemini okanye kusebusuku.

Eyasentlango 9

Eyasentlango 9:18-23