Eyasentlango 9:20 Ibhayibhile (XHO96)

Maxa wambi ke eli lifu lalihlala nje ithuba leentsukwana, libuye liphakame; kambe ke nakuyiphi na imeko wona amaSirayeli ayehamba okanye ahlale ngokwelizwi likaNdikhoyo.

Eyasentlango 9

Eyasentlango 9:11-23