Eyasentlango 5:19 Ibhayibhile (XHO96)

Umbingeleli ke uya kumfungisa umfazi lowo esithi: ‘Ukuba kuthe kanti awukhange ube nanto yakwenza nandoda yimbi, uza kuba msulwa kwishwangusha eliziswa ngala manzi.

Eyasentlango 5

Eyasentlango 5:15-24