Eyasentlango 5:18 Ibhayibhile (XHO96)

Uya kusuka ke azikhulule iinwele zomfazi lowo, amnike loo mgubo womnikelo, awuphathe ngesandla. Ke yena umbingeleli uya kuphatha laa ngqayi inamanzi akrakrayo azisa ishwangusha kumntu onetyala.

Eyasentlango 5

Eyasentlango 5:15-20