Eyasentlango 32:9 Ibhayibhile (XHO96)

Bahamba baya kuma ngentili ye-Eshkoli, bawubona lo mhlaba, kodwa bathi bakubuya bawatyhafisa amaSirayeli, khon' ukuze angezi kweli lizwe aliphiweyo nguNdikhoyo.

Eyasentlango 32

Eyasentlango 32:1-16