Eyasentlango 30:5 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke xa athe akuva ngale nyewe uyise, wala ukuba isifezekise eso sithembiso, ayisabophelelekanga kuso. UNdikhoyo uya kuyixolela, kuba yalelwe nguyise ukuba mayisifezekise.

Eyasentlango 30

Eyasentlango 30:2-10