Eyasentlango 22:30 Ibhayibhile (XHO96)

Idonki yaphendula yabuza yathi: “Andithi na kanene ndiyidonki yakho, le yasoloko ikuthwala bonke ubomi bakho? Ke, kukangaphi ndikuphatha ngolu hlobo?”UBhalam waphendula wathi: “Zange nakanye.”

Eyasentlango 22

Eyasentlango 22:29-31