Eyasentlango 22:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ngengomso ke uBhalam wabandulula abathunywa bakaBhalaki, wathi: “Buyelani ezweni lenu, kuba uNdikhoyo akavumi ukuba ndihambe nani.”

Eyasentlango 22

Eyasentlango 22:10-18