Eyasentlango 21:24 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke amaSirayeli alwa alalis' ugodo, aloyisa utshaba ada awuthimba umhlaba walo, ukusukela kumlambo iAnoni ngasentla, ukuya kwiJabhoko; lelama-Amon ke elo. Kaloku umda wama-Amon wawukhuselwe.

Eyasentlango 21

Eyasentlango 21:21-28