Eyasentlango 21:23 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke uSihon akavumanga ukuba amaSirayeli anqumle emhlabeni wakhe. Ndaweni yaloo nto waphuma nomkhosi wakhe, waya eJaza entlango, wawahlasela amaSirayeli.

Eyasentlango 21

Eyasentlango 21:21-33