Eyasentlango 16:28 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uMosis wabhekisa kumaSirayeli, wathi: “Ngoku kuza kucaca kuni, kuba ngenene ezi zinto andizenzeli ngokuthanda kwam, koko nguNdikhoyo ondithuma ukuba ndizenze.

Eyasentlango 16

Eyasentlango 16:22-33