Eyasentlango 16:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke amaSirayeli azikhwebula kwimizi yooKora noDatan noAbhiram.Ke kaloku uDatan noAbhiram babephumile, bema kwiminyango yezindlu zabo, ndawonye nabafazi nabantwana kwaneentsana.

Eyasentlango 16

Eyasentlango 16:21-33