Eyasentlango 11:31 Ibhayibhile (XHO96)

*UNdikhoyo wasuka wathumela umoya, wandulula izagwityi elwandle. Zafika zasingqonga isikhululo samaSirayeli, zibhabhazela phantsi kumphakamo omalunga nemitha enye. Zazininzi kangangokuba ubunokuhamba imini yonke ucanda phakathi kwazo.

Eyasentlango 11

Eyasentlango 11:27-35