Eyasentlango 11:25 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo ke wehla ngelifu, wafika wathetha naye. Iinkokheli ezo wazahlulela kuMoya owawukuMosis, zaza zathi ke zakuwufumana zadanduluka okwabashumayeli, nakuba zingaphindanga zenjenjalo.

Eyasentlango 11

Eyasentlango 11:16-30