Eyasentlango 11:24 Ibhayibhile (XHO96)

UMosis ke waya kumaSirayeli, wawaxelela oko kuthethwe nguNdikhoyo. Wathatha amashumi asixhenxe amadoda amakhulu, wawamisa angqonga isibingelelo.

Eyasentlango 11

Eyasentlango 11:18-25