Eyasentlango 10:2 Ibhayibhile (XHO96)

“Thatha isiliva, uyibumbe wenze amaxilongo amabini, khon' ukuze uwavuthele xa ubiza ibandla lamaSirayeli, naxa kufuneka kundulukwe.

Eyasentlango 10

Eyasentlango 10:1-11