Eyasentlango 10:14 Ibhayibhile (XHO96)

Maxa onke amabutho awo ayehlala ebambe ucwangco, etsho ngomngcelele. Abokuqala yaba ngabaphantsi kwembasa yendlu kaJuda, bengamabutho ngamabutho, bekhokelwa nguNashon unyana ka-Aminadabhi.

Eyasentlango 10

Eyasentlango 10:10-22