Amava Engqondi 4:1 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakhona ke ndathi ndakukhangela ndayibona ingcinezelo ekhoyo apha phantsi kwelanga.Awu, iinyembezi zabo bacinezelweyo;ibe ke kungekho namthuthuzeli!Ewe, akukho mntu ubathuthuzelayo,ibe ke bona abacinezeli baxhaswa ligunya.

Amava Engqondi 4

Amava Engqondi 4:1-5