2 Yookumkani 8:3 Ibhayibhile (XHO96)

Emva kwaloo minyaka isixhenxe wabuya ke kwelamaFilistiya, waza waya kucela indlu nentsimi yakhe kukumkani kwelo lakowabo.

2 Yookumkani 8

2 Yookumkani 8:1-8