2 Yookumkani 8:2 Ibhayibhile (XHO96)

Umfazi lowo ke wenza njengoko wayeyalelwe ngumfo wakwaThixo. Wemka nosapho lwakhe, waya kuhlala kwelamaFilistiya loo minyaka isixhenxe.

2 Yookumkani 8

2 Yookumkani 8:1-11