2 Yookumkani 6:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani wakwa-Aram ke wathi: “Hambani niye kumjonga apho akhoyo, ukuze ndithumele amadoda aye kumbamba.”Ke ilizwi labuya lisithi: “Nanko eDotan.”

2 Yookumkani 6

2 Yookumkani 6:5-19