2 Yookumkani 5:6 Ibhayibhile (XHO96)

Loo leta wayisayo kukumkani wakwaSirayeli yayisithi: “Le leta ipheleka iphakathi lam uNahaman, endimthumela kuwe, khon' ukuze umnyange kwelo qhenqa lakhe.”

2 Yookumkani 5

2 Yookumkani 5:2-10