2 Yookumkani 4:12 Ibhayibhile (XHO96)

Wathetha nehlakani lakhe uGehazi, wathi: “Khawubize lo mfazi womShunem eze apha.”Wambiza ke, waza wafika wema phambi kwakhe.

2 Yookumkani 4

2 Yookumkani 4:9-15