2 Yookumkani 24:18 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuqala kwakhe ukuba ngukumkani uZedekiya wayeneminyaka emashumi mabini ananye, waza ke walawula eJerusalem iminyaka elishumi elinanye. Unina yayinguHamutali intombi kaJeremiya waseLibhena.

2 Yookumkani 24

2 Yookumkani 24:15-20