2 Yookumkani 24:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ukumkani waseBhabheli wamisela uMataniya uyisekazi kaJoyakin wangukumkani esikhundleni sikaJoyakin. Igama lakhe elo lona walijika wathi nguZedekiya.

2 Yookumkani 24

2 Yookumkani 24:9-20