2 Yookumkani 2:9 Ibhayibhile (XHO96)

Besakuba bewelile ke, uEliya ubuze kuElisha wathi: “Khawutsho, yintoni ofuna ndikwenzele yona phambi kokuba ndahlukaniswe nawe?”UElisha waphendula wathi: “Mandizuze isabelo esiphindiweyo somoya wakho, sibe lilifa lam.”

2 Yookumkani 2

2 Yookumkani 2:6-17