2 Yookumkani 2:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ke Eliya wawuthatha umnweba wakhe, wawusonga, waza wawabetha ngawo amanzi. Amanzi ke ahlukana kubini, asinga kweli cala nakweliya, baza ke bobabini bawela emhlabeni owomileyo.

2 Yookumkani 2

2 Yookumkani 2:3-9