2 Yookumkani 19:11 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku sowuzivile izigigaba zokumkani waseAsiriya kwezinye izizwe; uyazi ukuba wazibhukuqa wazitshabalalisa tu. Ke wena uthi uya kusinda njani?

2 Yookumkani 19

2 Yookumkani 19:1-15