2 Yookumkani 19:10 Ibhayibhile (XHO96)

“Yithi kukumkani uHezekiya wakwaJuda: ‘Musa ukukhohliswa ngulo Thixo wakho umthembileyo. Uyakuxokisa xa esithi: “IJerusalem ayiyi kuthinjwa ngukumkani waseAsiriya.”

2 Yookumkani 19

2 Yookumkani 19:9-11