2 Yookumkani 15:18 Ibhayibhile (XHO96)

Wênza okubi emehlweni *kaNdikhoyo. Ngalo lonke ithuba lombuso wakhe akashenxanga kwizono zikaJerobhowam unyana kaNebhati, ezo walukuhlela uSirayeli kuzo.

2 Yookumkani 15

2 Yookumkani 15:13-19