2 Yookumkani 15:17 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi ngonyaka wamashumi amathathu anethoba uAzariya elawula kwaJuda, uMenahem unyana kaGadi waba ngukumkani wakwaSirayeli, waza walawula eSamariya ishumi leminyaka.

2 Yookumkani 15

2 Yookumkani 15:9-20