2 Yookumkani 15:14 Ibhayibhile (XHO96)

Kwasuka uMenahem unyana kaGadi eTirza, waya eSamariya, wafika wahlasela uShalum, unyana kaYabheshe, wambulala, waza wangena esikhundleni sakhe.

2 Yookumkani 15

2 Yookumkani 15:7-17