2 Yookumkani 15:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uShalum unyana kaYabheshe waba ngukumkani wakwaSirayeli kunyaka wamashumi amathathu anethoba u-Uziya engukumkani wakwaJuda, walawula inyanga yanye eSamariya.

2 Yookumkani 15

2 Yookumkani 15:5-18