2 Yookumkani 13:16 Ibhayibhile (XHO96)

waza uElisha wathi kukumkani wakwaSirayeli: “Thatha isaphetha sibe sesandleni sakho.” Akusithatha ke, uElisha wabeka izandla zakhe phezu kwezo zokumkani, wathi:

2 Yookumkani 13

2 Yookumkani 13:13-20