2 Yookumkani 13:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ngonyaka wamashumi amathathu anesixhenxe kakumkani uYowashe wakwaJuda, uYehowashe unyana kaYowahazi waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya. Walawula iminyaka elishumi elinesithandathu.

2 Yookumkani 13

2 Yookumkani 13:6-18