2 Yeziganeko 6:41 Ibhayibhile (XHO96)

“Ndikhoyo, Thixo wam, phakama,uze endaweni yakho yokuphumla,wena netyesi yobungangamsha bakho.Ewe, Ndikhoyo, Thixo wam,ababingeleli bakho ngamana bangavatha ezosindiso,ithi nemilowo yakwakho yonwatyiswe kukulunga kwakho!

2 Yeziganeko 6

2 Yeziganeko 6:35-42