2 Yeziganeko 6:40 Ibhayibhile (XHO96)

“Nakalokunje, Thixo wam, ngamana wena ungawavula amehlo akho, uyibazele iindlebe imithandazo eyenziwa kule ndawo.

2 Yeziganeko 6

2 Yeziganeko 6:31-42