2 Yeziganeko 6:24 Ibhayibhile (XHO96)

“Xa abantu bakho amaSirayeli ethe oyiswa lutshaba ngenxa yokuba ekonile wena, makathi akubuya ebula, evuma igama lakho, ethandaza, esenza isikhungo kuwe kuyo le ndlu,

2 Yeziganeko 6

2 Yeziganeko 6:17-33