2 Yeziganeko 6:23 Ibhayibhile (XHO96)

wena ke yiva usezulwini, usebenze ngaloo nto. Uze ugwebe phakathi kwezicaka zakho, onetyala umbuyekeze ngesohlwayo esifanele isenzo sakhe. Uze umgwebele umntu omsulwa, khon' ukuze aphuhle ukuba umsulwa.

2 Yeziganeko 6

2 Yeziganeko 6:20-28