2 Yeziganeko 4:7 Ibhayibhile (XHO96)

Wenza neziphatho zezibane zegolide ezilishumi, ezenza ngokwemilinganiselo yazo; waza ke wazibeka apho endlwini kaThixo. Isihlanu sazo wasibeka kwicala langezantsi, waza esinye isihlanu wasibeka kwicala langasentla.

2 Yeziganeko 4

2 Yeziganeko 4:3-12