2 Yeziganeko 4:6 Ibhayibhile (XHO96)

Kananjalo wenza nezitya zokuhlambela zalishumi, isihlanu sazo wasibeka kwicala langezantsi, esinye isihlanu wasibeka ngasentla. Apho kuzo kwakuza kuhlanjwa izinto zokwenza amadini atshiswayo; kodwa ke apho echibini kwakuza kuhlamba ababingeleli.

2 Yeziganeko 4

2 Yeziganeko 4:1-12