2 Yeziganeko 36:5 Ibhayibhile (XHO96)

UJoyakim waqala ukulawula eneminyaka emashumi mabini anantlanu, walawula eJerusalem iminyaka elishumi elinanye. Wênza okubi emehlweni *kaNdikhoyo uThixo wakhe.

2 Yeziganeko 36

2 Yeziganeko 36:1-14